Iimvakalelo noFlip, noFlippie neeTshomi
Out of stock
Description
Inkcazelo
U-Flip uhlolahlola iiMvakalelo zethu noFlippie kunye neetshomi zakhe, ebanceda ukuba bazibize ngamagama kwaye bathethe ngazo.
Umbhali
Charlotte Ewins
Abazobi
Riaan Retief & Lindsey van Heerden
Limpawu eziphambili kwezi ziqendu ziquka:
- Umtsalane oqaqambileyo emehlweni
- Zijoliswe kumaqela abudala busuka kwi-4 ukuya kwi-7 seminyaka
- Iziqulatho ezisebenzisayo
- Zincedisa ukwazi ulwimi nokuphuhliswa kweengcamango
- Kungasetyenziswa iilwimi ezahlukileyo ekufundeni ulwimi lwesibini nolwesithathu ngendlela engoyikisiyo
Additional information
Size | Big Book, Standard |
---|