IiNcwadi ezineMifanekiso ngesiXhosa
UFlip, no-Flippie neeTshomi liqela leencwadi zabantwana abancinci ezinemifanekiso neziza konwabisa zifundise bonke abantwana baseMzantsi Afrika. Ezi ncwadi ziyilelwe ukusondeza abantwana kusetyenziswa amaphupha nolonwabo kube ukufunda kudityaniswe kwalapha. Abantwana bafunda ngokuphindwa kwezinto, ngomdla nangokuthatha inxaxheba. Ezi ziqendu zamabali zidibanisa zonke ezi nkolelo zokufunda kwaye ziyathandwa ngabaphathi beelayibhrari, ootitshala nabazali.
Amaxesha oNyaka noFlip, noFlippie neeTshomi
Ku-AmaXesha oNyaka u-Flip uchaza ubuhle nokonwabisa kwala maxesha onyaka mane ngeli xesha esazisa ngamagama eenyanga zonyaka ezilishumi elinambini.

Izichasi noFlip, noFlippie neeTshomi
Ku-IziChasi u-Flip udlala omnye umdlalo no-Flippie neeTshomi zakhe, ubacela umngeni wokuba bafumane izibini
Ezi zayo kungekudala:
Izinto ezihambayo noFlip, u-Flippie neeTshomi.
Iimpawu eziphambili kwezi ziqendu ziquka:
- Umtsalane oqaqambileyo emehlweni
- Zijoliswe kumaqela abudala busuka kwi-4 ukuya kwi-7 seminyaka
- Iziqulatho ezisebenzisayo
- Zincedisa ukwazi ulwimi nokuphuhliswa kweengcamango
- Kungasetyenziswa iilwimi ezahlukileyo ekufundeni ulwimi lwesibini nolwesithathu ngendlela engoyikisiyo
Qaphela: Ezi ncwadi zingasebenzisa uhlobo lobuchule bokuthetha ulwimi obahlukileyo kancinci kolo hlobo lobuchule bokuthetha kwabanye abafundi.